Genesis 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+ INdumiso 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye yena uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa;+Uya kuchophela amatyala amaqela eentlanga ngokuthe tye.+
25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+
8 Kwaye yena uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa;+Uya kuchophela amatyala amaqela eentlanga ngokuthe tye.+