IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ukhalimele iintlanga,+ umtshabalalisile ongendawo.+

      Igama lazo ulisuse ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+

  • IMizekeliso 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Obumela ngokuqinileyo ubulungisa usingise ebomini,+ kodwa lowo usukela okubi usingise ekufeni kwakhe.+

  • Yeremiya 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share