IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 16:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kodwa ukuba uYehova uthe wenza isimanga,+ umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya nento yonke+ abanayo, behla baya eShiyol bephila,+ noqonda ke ngoko ngokuqinisekileyo ukuba la madoda awabonisanga ntlonelo kuYehova.”+

  • 2 Samuweli 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke yena uAhitofele, wabona ukuba kwakungenziwanga ngecebo lakhe,+ yaye wafaka isali e-esileni, wesuka ke waza waya endlwini yakhe kwisixeko sakowabo.+ Wandula ke wanikela imiyalelo kwindlu yakhe+ waza wazikrwitsha+ waba ngaloo ndlela uyafa.+ Ngoko wangcwatyelwa+ kwindawo yokungcwaba yookhokho bakhe.

  • 2 Samuweli 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wathi ke uYowabhi: “Andinakwenjenje, ndilibale nguwe!” Wathabatha ke imiphini yamithathu entendeni yakhe waza wahlaba+ uAbhisalom entliziyweni ngoxa wayesaphila esekuloo mthi mkhulu.+

  • Mateyu 27:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoko wawaphosa amaqhosha esilivere etempileni waza wemka, waya kuzixhoma.+

  • IZenzo 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 (Lo mntu, ke ngoko, wathenga+ intsimi ngomvuzo wentswela-bulungisa,+ yaye wakhahleleka phantsi ngentloko+ wagqabhuka ngesandi esikhulu ngaphakathi aza onke amathumbu akhe aphalala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share