IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndaza ndabhengeza ukuba kuzilwe ukutya apho kuMlambo iAhava, ukuba sizithobe+ phambi koThixo wethu, ukuze sifune kuye indlela elungileyo+ kuthi nakubantwana bethu+ nasempahleni yethu yonke.

  • INdumiso 78:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Emva koko wabangela abantu bakhe bahamba njengomhlambi,+

      Wabaqhuba njengomhlambi entlango.+

  • Isaya 30:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Neendlebe zakho ziya kuva ilizwi emva kwakho lisithi: “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo,” nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.+

  • 2 Petros 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba ngekubalungele ngakumbi ukuba bebengawazanga ngokuchanileyo umendo wobulungisa+ kunokuba bathi emva kokuba bewaze ngokuchanileyo bemke kumyalelo ongcwele owanikelwa kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share