Luka 12:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngoko elo khoboka elakuqondayo ukuthanda kwenkosi yalo kodwa alalungisa okanye lenze ngokuvumelana nokuthanda kwayo liya kubethwa imivumbo emininzi.+
47 Ngoko elo khoboka elakuqondayo ukuthanda kwenkosi yalo kodwa alalungisa okanye lenze ngokuvumelana nokuthanda kwayo liya kubethwa imivumbo emininzi.+