Genesis 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho. Genesis 49:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Uphume kuTHIXO kayihlo,+ uya kukunceda;+ yaye ukunye noSomandla+ yaye uya kukusikelela ngeentsikelelo zasemazulwini phezulu,+ ngeentsikelelo zamanzi anzongonzongo asezantsi enzulwini,+ ngeentsikelelo zamabele nezesibeleko.+
16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho.
25 Uphume kuTHIXO kayihlo,+ uya kukunceda;+ yaye ukunye noSomandla+ yaye uya kukusikelela ngeentsikelelo zasemazulwini phezulu,+ ngeentsikelelo zamanzi anzongonzongo asezantsi enzulwini,+ ngeentsikelelo zamabele nezesibeleko.+