INdumiso 35:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Phakathi kwabahleki abawexukileyo ngenxa yeqebengwana+Babenditshixizela amazinyo.+ Mateyu 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ninoyolo nina xa abantu beningcikiva,+ benitshutshisa,+ bethetha ngani lonke uhlobo lwento engendawo bexoka, ngenxa yam. Mateyu 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 uYesu wathi: “Khwelelani, kuba intwazana ayifanga, kodwa ilele.”+ Bamhleka ngokugculelayo.+ Luka 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke kaloku abaFarisi, ababengabathandi bemali, babeziphulaphule zonke ezi zinto, baza bamsinekela.+
11 “Ninoyolo nina xa abantu beningcikiva,+ benitshutshisa,+ bethetha ngani lonke uhlobo lwento engendawo bexoka, ngenxa yam.
14 Ke kaloku abaFarisi, ababengabathandi bemali, babeziphulaphule zonke ezi zinto, baza bamsinekela.+