IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Kwaye esolulela isandla sakhe ngakubafundi bakhe, wathi: “Khangela! Uma nabantakwethu!+

  • Yohane 20:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+

  • Roma 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+

  • Hebhere 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+

  • Hebhere 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share