Genesis 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+ Duteronomi 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Xa indoda ithe yafunyanwa ilele umkamntu,+ bamele bafe bobabini, loo ndoda ilele naloo mfazi, nomfazi lowo.+ Ubususe ke ububi bungabikho kwaSirayeli.+ 2 Samuweli 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Weva umfazi kaUriya ukuba u-Uriya indoda yakhe ufile, waza wamenzela isijwili+ umnini wakhe.+ 1 Korinte 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye, ngaphezu koko, akuzange kudalwe ndoda ngenxa yomfazi, kodwa umfazi ngenxa yendoda.+
3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+
22 “Xa indoda ithe yafunyanwa ilele umkamntu,+ bamele bafe bobabini, loo ndoda ilele naloo mfazi, nomfazi lowo.+ Ubususe ke ububi bungabikho kwaSirayeli.+