INtshumayeli 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Umhlanganisi wafuna ukufumana amazwi ayolisayo+ nokubhala amazwi achanileyo enyaniso.+ Luka 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+ 2 Korinte 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Silwazi, ke ngoko, uloyiko+ lweNkosi, sibenza abantu beyiseke,+ kodwa siye sabonakaliswa kuThixo. Noko ke, ndithemba ukuba siye sabonakaliswa nakwizazela zenu.+ Kolose 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amazwi enu makasoloko ekholekile,+ enongwe ngetyuwa,+ ukuze nikwazi ukuphendula+ bonke ngabanye.
22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+
11 Silwazi, ke ngoko, uloyiko+ lweNkosi, sibenza abantu beyiseke,+ kodwa siye sabonakaliswa kuThixo. Noko ke, ndithemba ukuba siye sabonakaliswa nakwizazela zenu.+