IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 69:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ungcikivo luyaphule intliziyo yam, yaye inxeba alinyangeki.+

      Ndiqhubeke ndinethemba lokuba kukho uthile oya kubonisa uvelwano, kodwa bekungekho namnye;+

      Nokuba kuya kubakho abathuthuzeli, kodwa andafumana namnye.+

  • INdumiso 142:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Khangela ngasekunene uze ubone

      Ukuba akukho bani unikela nayiphi na ingqalelo kum.+

      Indawo yam yokusabela itshabalele kum;+

      Akukho bani ubuzisayo ngomphefumlo wam.+

  • 2 Timoti 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ekuzithetheleleni kwam kokuqala akukho namnye owaba ngakum, kodwa bandishiya bonke+—kwanga abangephenduliswa ngako oko+—

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share