Genesis 50:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+ INdumiso 126:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nalowo uthi nakanjani na aphume, elila,+Ethwele ingxowa ezele yimbewu,+Nakanjani na uya kufika enentswahla yovuyo,+Ethwele izithungu zakhe.+ INtshumayeli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Igama lilunge ngakumbi kuneoli elungileyo,+ yaye umhla wokufa ulunge ngaphezu komhla wokuzalwa.+ Yohane 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Inene, inene, ndithi kuni, Ngaphandle kokuba ukhozo lwengqolowa luwele emhlabeni luze lufe, luhlala lulukhozo nje olunye; kodwa ukuba luyafa,+ lwandula ke luthwale isiqhamo esininzi. Yakobi 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+
20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+
6 Nalowo uthi nakanjani na aphume, elila,+Ethwele ingxowa ezele yimbewu,+Nakanjani na uya kufika enentswahla yovuyo,+Ethwele izithungu zakhe.+
24 Inene, inene, ndithi kuni, Ngaphandle kokuba ukhozo lwengqolowa luwele emhlabeni luze lufe, luhlala lulukhozo nje olunye; kodwa ukuba luyafa,+ lwandula ke luthwale isiqhamo esininzi.
11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+