IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 6:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe elikufuphi okanye elikude;+

  • INdumiso 51:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khangela! Ngenimba ndazalelwa esiphosweni,+

      Yaye uma wandikhawulela esonweni.+

  • INdumiso 130:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ukuba ubulinda iziphoso,+ Ya,

      Owu Yehova, ngubani na obenokuma?+

  • INdumiso 143:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Musa ukumsa ematyaleni umkhonzi wakho;+

      Kuba phambi kwakho akukho bani uphilayo unokuba lilungisa.+

  • IMizekeliso 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngubani onokuthi: “Ndiyihlambulule intliziyo yam;+ ndisulungekile esonweni sam”?+

  • Roma 3:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba bonke bonile+ baza basilela kuzuko lukaThixo,+

  • Yakobi 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.

  • 1 Yohane 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukuba sithi: “Asinasono,”+ siyazikhohlisa+ yaye inyaniso ayikho kuthi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share