IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Izinto ezixabisekileyo zesityebi ziyidolophu yaso enqabisekileyo.+ Ukonakala kwezisweli bubuhlwempu bazo.+

  • Marko 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Lo ngumchweli+ unyana kaMariya+ nomntakwabo Yakobi+ noYosefu noYudas noSimon,+ akunjalo? Yaye oodade wabo balapha kunye nathi, akunjalo?” Ngoko bakhubeka kuye.+

  • Yohane 7:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Akukho namnye kubalawuli okanye kubaFarisi okholiweyo kuye, akunjalo?+

  • 1 Korinte 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 kodwa uThixo wanyula izinto ezibubudenge zehlabathi,+ ukuze abahlazise abantu abazizilumko; yaye uThixo wanyula izinto ezibuthathaka zehlabathi, ukuze azihlazise izinto ezomeleleyo;+

  • 1 Korinte 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Akukho namnye kubalawuli+ bale nkqubo yezinto ubaziyo+ obu bulumko, kuba ukuba babebazile ngebabengayibethelelanga+ iNkosi ezukileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share