Yohane 12:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Noko kunjalo, abaninzi kwanakubalawuli okunene bakholwa kuye,+ kodwa ngenxa yabaFarisi babengayi kumvuma yena, ukuze bangagxothwa kwindlu yesikhungu;+ IZenzo 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngenxa yoko ilizwi likaThixo laqhubeka likhula,+ nenani labafundi landa kakhulu eYerusalem;+ yaye isihlwele esikhulu sababingeleli+ saluthobela+ ukholo.
42 Noko kunjalo, abaninzi kwanakubalawuli okunene bakholwa kuye,+ kodwa ngenxa yabaFarisi babengayi kumvuma yena, ukuze bangagxothwa kwindlu yesikhungu;+
7 Ngenxa yoko ilizwi likaThixo laqhubeka likhula,+ nenani labafundi landa kakhulu eYerusalem;+ yaye isihlwele esikhulu sababingeleli+ saluthobela+ ukholo.