INtshumayeli 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko bubagcina bephila abo banabo.+ Luka 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kanjalo, ndithi kuni, Zenzeleni abahlobo+ ngobutyebi obungebobabulungisa,+ khon’ ukuze, xa obo busilela, banamkelele kwiindawo zokuhlala ezingunaphakade.+
12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko bubagcina bephila abo banabo.+
9 “Kanjalo, ndithi kuni, Zenzeleni abahlobo+ ngobutyebi obungebobabulungisa,+ khon’ ukuze, xa obo busilela, banamkelele kwiindawo zokuhlala ezingunaphakade.+