Isaya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ilizwe labo lizaliswe ngoothixo abangenaxabiso.+ Baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, koko kwenziwe yiminwe yabo.+ Isaya 30:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye nimele niwenze inqambi umaleko wemifanekiso yenu eqingqiweyo yesilivere+ nesigqubuthelo esingena gingci somfanekiso+ wenu otyhidiweyo wegolide.+ Uya kubachithachitha.+ Njengomfazi osexesheni, uya kuthi kuwo: “Luthuli nje!”+ Isaya 31:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba ngaloo mini baya kugatya ngamnye oothixo bakhe abangento yanto besilivere noothixo bakhe abangenaxabiso begolide,+ abo izandla zenu zanenzela bona ukuba none ngabo.+
8 Ilizwe labo lizaliswe ngoothixo abangenaxabiso.+ Baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, koko kwenziwe yiminwe yabo.+
22 Kwaye nimele niwenze inqambi umaleko wemifanekiso yenu eqingqiweyo yesilivere+ nesigqubuthelo esingena gingci somfanekiso+ wenu otyhidiweyo wegolide.+ Uya kubachithachitha.+ Njengomfazi osexesheni, uya kuthi kuwo: “Luthuli nje!”+
7 Kuba ngaloo mini baya kugatya ngamnye oothixo bakhe abangento yanto besilivere noothixo bakhe abangenaxabiso begolide,+ abo izandla zenu zanenzela bona ukuba none ngabo.+