Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+ 1 Yohane 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nina niphuma kuThixo, bantwana abancinane, yaye niye naboyisa abo bantu,+ ngenxa yokuba lowo umanyene+ nani mkhulu+ kunalowo umanyene nehlabathi.+
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
4 Nina niphuma kuThixo, bantwana abancinane, yaye niye naboyisa abo bantu,+ ngenxa yokuba lowo umanyene+ nani mkhulu+ kunalowo umanyene nehlabathi.+