IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko bafanele bangabi sayibingelela imibingelelo yabo kwiidemon ezimilise okweebhokhwe+ ababa neentlobano zokuziphatha okubi kunye nazo.+ Lo iya kuba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni, ezizukulwaneni zenu.”’

  • 2 Kronike 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye wazibekela kwizigxina ababingeleli beendawo eziphakamileyo+ nabeedemon ezimilise okweebhokhwe+ nabamathole eenkomo awayewenzile.+

  • Isaya 34:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nabemi bemimandla engumqwebedu bamele baqubisane nezilwanyana ezenza umkhulungwane, kwanedemon+ emilise okwebhokhwe iya kuya kwiqabane layo. Ewe, udebeza ngokuqinisekileyo uya kuhlala ngokukhululeka apho aze azifumanele indawo yokuphumla.+

  • ISityhilelo 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yadanduluka ngelizwi+ elinamandla, isithi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu iwile,+ yaba yindawo yokuhlala iidemon nendawo yokuncathama wonke umoya ongahlambulukanga+ nendawo yokuncathama zonke iintaka ezingahlambulukanga nezithiyekileyo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share