Yeremiya 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Khawuncede usibuzele kuYehova,+ ngenxa yokuba uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni ulwa imfazwe nathi.+ Mhlawumbi uYehova uya kwenza kuthi ngokwemisebenzi yakhe yonke emangalisayo, ukuze emke kuthi.”+ Yeremiya 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 baza bathi kuYeremiya umprofeti: “Ngamana ukuzicelela kwethu ubabalo kungaba phambi kwakho, uze usithandazele kuYehova uThixo wakho,+ thina, nayo yonke le ntsalela, kuba sisele sambalwa, kwabaninzi,+ kanye njengoko amehlo akho esibona.
2 “Khawuncede usibuzele kuYehova,+ ngenxa yokuba uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni ulwa imfazwe nathi.+ Mhlawumbi uYehova uya kwenza kuthi ngokwemisebenzi yakhe yonke emangalisayo, ukuze emke kuthi.”+
2 baza bathi kuYeremiya umprofeti: “Ngamana ukuzicelela kwethu ubabalo kungaba phambi kwakho, uze usithandazele kuYehova uThixo wakho,+ thina, nayo yonke le ntsalela, kuba sisele sambalwa, kwabaninzi,+ kanye njengoko amehlo akho esibona.