IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwathi ngonyaka wesithoba+ wokuba ngukumkani kwakhe, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi+ wenyanga leyo, weza uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni,+ ewe, yena nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni, nxamnye neYerusalem baza bamisa iinkampu ecaleni kwayo bakha nodonga lokungqinga ecaleni kwayo macala onke.+

  • 2 Kronike 36:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.

  • Yeremiya 21:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘“Kuba ubuso bam ndibubhekise kwesi sixeko ukuze kube yintlekele kungekhona okulungileyo,”+ utsho uYehova. “Siya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kusitshisa ngomlilo.”+

  • Yeremiya 32:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 ngenxa yokuba uZedekiya ukumkani wakwaYuda wayemvalele,+ esithi:

      “Kutheni na uprofeta,+ usithi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, esi sixeko ndisinikela esandleni sokumkani waseBhabhiloni, kwaye ngokuqinisekileyo uya kusithimba;+

  • Yeremiya 52:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ekugqibeleni kwathi ngonyaka wesithoba wokuba ngukumkani kwakhe,+ ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi enyangeni leyo, kwafika uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, yena nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni, nxamnye neYerusalem,+ bamisa inkampu ngakuyo, bakha nodonga lokungqinga macala onke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share