Isaya 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+ Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Yeremiya 32:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 ‘Yabona, ndibaqokelela ndawonye kuwo onke amazwe endiya kubasasazela kuwo ngomsindo wam nangobushushu bam nangokucaphuka kwam okukhulu;+ yaye ndiza kubabuyisela kule ndawo ndize ndibenze bahlale benqabisekile.+ Hezekile 39:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekubabuyiseni kwam kwizizwana ndize okunene ndibaqokelele ndawonye ndibakhupha emazweni eentshaba zabo,+ ndizingcwalise phakathi kwabo emehlweni eentlanga ezininzi.’+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
37 ‘Yabona, ndibaqokelela ndawonye kuwo onke amazwe endiya kubasasazela kuwo ngomsindo wam nangobushushu bam nangokucaphuka kwam okukhulu;+ yaye ndiza kubabuyisela kule ndawo ndize ndibenze bahlale benqabisekile.+
27 Ekubabuyiseni kwam kwizizwana ndize okunene ndibaqokelele ndawonye ndibakhupha emazweni eentshaba zabo,+ ndizingcwalise phakathi kwabo emehlweni eentlanga ezininzi.’+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+