Hezekile 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ke ngoko yabona, ndikunikela kwabaseMpumalanga njengelifa,+ yaye baya kumisa iinkampu zabo ezibiyelwe ngeendonga kuwe, babeke iminquba yabo kuwe. Baya kusidla isiqhamo sakho, basele nobisi lwakho.+
4 ke ngoko yabona, ndikunikela kwabaseMpumalanga njengelifa,+ yaye baya kumisa iinkampu zabo ezibiyelwe ngeendonga kuwe, babeke iminquba yabo kuwe. Baya kusidla isiqhamo sakho, basele nobisi lwakho.+