Duteronomi 28:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova. INdumiso 44:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Usimisa njengongcikivo kubamelwane bethu,+Njengento yokugxekwa nokugculelwa kwabo basijikelezileyo.+ Yeremiya 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ukuze benze ilizwe labo libe yinto yokukhwankqisa,+ yokubethelwa umlozi ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Wonke owokugqibela ukudlula apho uya kujonga ekhwankqisiwe aze ahlunguzele intloko.+ IZililo 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+ Daniyeli 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Owu Yehova, ngokwezenzo zakho zonke zobulungisa,+ ngamana ungabuya umsindo wakho nobushushu bakho kwisixeko sakho iYerusalem, intaba yakho engcwele;+ kuba, ngenxa yezono zethu nangenxa yeziphoso zookhokho bethu,+ iYerusalem nabantu bakho basisingcikivo kubo bonke abo basijikelezileyo.+
37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova.
13 Usimisa njengongcikivo kubamelwane bethu,+Njengento yokugxekwa nokugculelwa kwabo basijikelezileyo.+
16 ukuze benze ilizwe labo libe yinto yokukhwankqisa,+ yokubethelwa umlozi ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Wonke owokugqibela ukudlula apho uya kujonga ekhwankqisiwe aze ahlunguzele intloko.+
15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+
16 Owu Yehova, ngokwezenzo zakho zonke zobulungisa,+ ngamana ungabuya umsindo wakho nobushushu bakho kwisixeko sakho iYerusalem, intaba yakho engcwele;+ kuba, ngenxa yezono zethu nangenxa yeziphoso zookhokho bethu,+ iYerusalem nabantu bakho basisingcikivo kubo bonke abo basijikelezileyo.+