IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 32:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa ukuba anithanga nenjenjalo, niya kuba nonile kuYehova.+ Yazini ke ngoko ukuba isono senu siya kunifumana.+

  • Yeremiya 40:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 waza wakuphumeza oko uYehova kanye njengoko wayethethile, ngenxa yokuba nina nonile kuYehova, analithobela ilizwi lakhe. Yabakho ke le nto kuni.+

  • Hezekile 18:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+

  • Hezekile 33:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Nina ke nithe, ‘Indlela kaYehova ayilungiswanga kakuhle.’+ Ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli.”

  • Roma 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share