Duteronomi 28:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wophuthaphutha emini emaqanda, njengemfama iphuthaphutha esithokothokweni,+ ungabi nampumelelo ezindleleni zakho; uya kuba lixhoba lokuqhathwa nokuphangwa, kungabikho bani ukusindisayo.+ 2 Kronike 36:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+ IZililo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.
29 Wophuthaphutha emini emaqanda, njengemfama iphuthaphutha esithokothokweni,+ ungabi nampumelelo ezindleleni zakho; uya kuba lixhoba lokuqhathwa nokuphangwa, kungabikho bani ukusindisayo.+
19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+
10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.