Isaya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi asishiyele nje abasindi abambalwa,+ ngesasibe njengeSodom kanye, ngesasifane neGomora.+ Isaya 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+ Hezekile 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘“Naxa kusenzeka oku ndiza kuninika abasindileyo ekreleni babe yintsalela phakathi kweentlanga, xa nichithachithwa emazweni.+ Roma 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+
9 Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi asishiyele nje abasindi abambalwa,+ ngesasibe njengeSodom kanye, ngesasifane neGomora.+
22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+
8 “‘“Naxa kusenzeka oku ndiza kuninika abasindileyo ekreleni babe yintsalela phakathi kweentlanga, xa nichithachithwa emazweni.+
27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+