IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 11:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bambi kwabo banengqiqo baya kukhubeka,+ kodwa olu iya kuba luvavanyo lokusulungekiswa nokuhlanjululwa kwabo,+ kude kube sisiphelo;+ esiya kufika ngexesha elimiselweyo.+

  • Malaki 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Umele ahlale njengomsulungekisi nomcoci wesilivere+ yaye umele abahlambulule oonyana bakaLevi;+ kwaye umele abacikize njengegolide+ nanjengesilivere, yaye ngokuqinisekileyo kuYehova baya kuba ngabantu abanikela umnikelo osisipho+ ngobulungisa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share