Malaki 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+ Mateyu 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+ ISityhilelo 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndathi kuye: “Nkosi yam, nguwe owaziyo.” Waza wathi kum: “Aba ngabo baphuma embandezelweni+ enkulu, bayihlamba imiwunduzo yabo bayenza mhlophe+ egazini+ leMvana.
2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+
3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+
14 Ndathi kuye: “Nkosi yam, nguwe owaziyo.” Waza wathi kum: “Aba ngabo baphuma embandezelweni+ enkulu, bayihlamba imiwunduzo yabo bayenza mhlophe+ egazini+ leMvana.