Daniyeli 11:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bambi kwabo banengqiqo baya kukhubeka,+ kodwa olu iya kuba luvavanyo lokusulungekiswa nokuhlanjululwa kwabo,+ kude kube sisiphelo;+ esiya kufika ngexesha elimiselweyo.+ Daniyeli 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+ 1 Korinte 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 umsebenzi womntu ngamnye uya kucaca ngaloo mini, kuba uya kutyhilwa ngomlilo;+ yaye umlilo ngokwawo uya kucikida ukuba uluhlobo luni na umsebenzi wakhe ngamnye.
35 Bambi kwabo banengqiqo baya kukhubeka,+ kodwa olu iya kuba luvavanyo lokusulungekiswa nokuhlanjululwa kwabo,+ kude kube sisiphelo;+ esiya kufika ngexesha elimiselweyo.+
10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+
13 umsebenzi womntu ngamnye uya kucaca ngaloo mini, kuba uya kutyhilwa ngomlilo;+ yaye umlilo ngokwawo uya kucikida ukuba uluhlobo luni na umsebenzi wakhe ngamnye.