IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngaloo ndlela bamshiya uYehova baza bakhonza uBhahali nemifanekiso ka-Ashtoreti.+

  • ABagwebi 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova, yaye bamlibala uYehova uThixo+ wabo baza bakhonza ooBhahali+ nezibonda ezingcwele.+

  • 1 Kumkani 16:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye.

  • 1 Kumkani 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+

  • 2 Kumkani 17:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Baqhubeka beyishiya yonke imiyalelo+ kaYehova uThixo wabo baza bazenzela imifanekiso etyhidiweyo,+ amathole enkomo amabini,+ benza nesibonda esingcwele,+ yaye baqalisa ukuqubuda kuwo wonke umkhosi wamazulu+ nokukhonza uBhahali;+

  • Hoseya 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye ndiza kumphendulisa+ ngenxa yemifanekiso kaBhahali+ aqhumisela kuyo umbingelelo,+ xa ezivathise ngomsesane wakhe nesihombo sakhe+ aze aqhubeke esiya kwizithandwa zakhe,+ yaye andilibale mna,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share