Yeremiya 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Umfazi ozala abasixhenxe uphelelwe; umphefumlo wakhe uzabalazela impefumlo.+ Ilanga lakhe litshone emini;+ libe neentloni laza laziva lidanile.’ ‘Kwaye intsalela yabo ndiya kuyinikela ekreleni phambi kweentshaba zabo,’+ utsho uYehova.” Mika 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+ Mateyu 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+
9 Umfazi ozala abasixhenxe uphelelwe; umphefumlo wakhe uzabalazela impefumlo.+ Ilanga lakhe litshone emini;+ libe neentloni laza laziva lidanile.’ ‘Kwaye intsalela yabo ndiya kuyinikela ekreleni phambi kweentshaba zabo,’+ utsho uYehova.”
6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+
29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+