Mateyu 12:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kuba kanye njengokuba uYona+ wayesesiswini sentlanzi enkulu iimini ezintathu nobusuku obuthathu, kwangokunjalo noNyana womntu+ uya kuba sembilinini womhlaba+ iimini ezintathu nobusuku obuthathu.+ Mateyu 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo sihlala sifuna umqondiso, kodwa asiyi kunikwa+ mqondiso ngaphandle komqondiso kaYona.”+ Wabashiya ke, wemka.+ Luka 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuba kanye njengoko uYona+ waba ngumqondiso kumaNineve, ngokufanayo noNyana womntu uya kuba ngumqondiso kwesi sizukulwana.
40 Kuba kanye njengokuba uYona+ wayesesiswini sentlanzi enkulu iimini ezintathu nobusuku obuthathu, kwangokunjalo noNyana womntu+ uya kuba sembilinini womhlaba+ iimini ezintathu nobusuku obuthathu.+
4 Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo sihlala sifuna umqondiso, kodwa asiyi kunikwa+ mqondiso ngaphandle komqondiso kaYona.”+ Wabashiya ke, wemka.+
30 Kuba kanye njengoko uYona+ waba ngumqondiso kumaNineve, ngokufanayo noNyana womntu uya kuba ngumqondiso kwesi sizukulwana.