Luka 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana yaye baya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko kwakushunyayelwa nguYona;+ kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koYona kulapha.
32 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana yaye baya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko kwakushunyayelwa nguYona;+ kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koYona kulapha.