IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndabuya ke ndazibona zonke izenzo zengcinezelo+ ezenziwayo phantsi kwelanga, yaye, khangela! iinyembezi zabo bacinezelweyo,+ kodwa bengenamthuthuzeli;+ yaye kwicala labacinezeli kwakukho amandla, khon’ ukuze bangabi namthuthuzeli.

  • Roma 9:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ukuba uThixo, nangona ebengathanda ukubonakalisa ingqumbo yakhe aze enze namandla akhe aziwe, wazinyamezela ngokuzeka kade umsindo okukhulu izitya zengqumbo ezenziwe zafanelekela intshabalalo,+

  • 2 Petros 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kuba lathi elo lungisa, ngokuva nokubona izenzo zabo zokuchas’ umthetho imihla ngemihla, lawuthuthumbisa umphefumlo walo olungisayo—

  • 2 Petros 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share