INtshumayeli 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uTHIXO oyinyaniso uya kuzisa ekugwetyweni lonke uhlobo lomsebenzi ngokuphathelele yonke into efihlakeleyo, enoba ilungile okanye imbi.+ Isaya 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba, khangela! uYehova uyeza evela endaweni yakhe ukuze aphendulise ngesiphoso sommi welizwe nxamnye naye,+ ibe ngokuqinisekileyo ilizwe liya kulubhenca uphalazo-gazi lwalo+ kwaye aliyi kuba sabagubungela ababuleweyo balo.”+ Amosi 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+ ISityhilelo 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+
14 Kuba uTHIXO oyinyaniso uya kuzisa ekugwetyweni lonke uhlobo lomsebenzi ngokuphathelele yonke into efihlakeleyo, enoba ilungile okanye imbi.+
21 Kuba, khangela! uYehova uyeza evela endaweni yakhe ukuze aphendulise ngesiphoso sommi welizwe nxamnye naye,+ ibe ngokuqinisekileyo ilizwe liya kulubhenca uphalazo-gazi lwalo+ kwaye aliyi kuba sabagubungela ababuleweyo balo.”+
2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+