Eksodus 21:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ukuba inkunzi leyo yenkomo ihlabe ikhoboka okanye ikhobokazana, makanike inkosi yalo iishekele ezingamashumi amathathu,+ inkomo yona ixulutywe. Marko 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bakukuva oko, baba nemihlali yaye bathembisa ukumnika imali yesilivere.+ Ngoko waqalisa ukufuna indlela yokumngcatsha ngethuba elilungileyo.+
32 Ukuba inkunzi leyo yenkomo ihlabe ikhoboka okanye ikhobokazana, makanike inkosi yalo iishekele ezingamashumi amathathu,+ inkomo yona ixulutywe.
11 Bakukuva oko, baba nemihlali yaye bathembisa ukumnika imali yesilivere.+ Ngoko waqalisa ukufuna indlela yokumngcatsha ngethuba elilungileyo.+