IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 2:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kuthe usabukele njalo kwaqephuka ilitye kungengazandla,+ lawubetha umfanekiso lowo ezinyaweni zawo zentsimbi nodongwe oluxonxiweyo, lazityumza.+

  • Daniyeli 2:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 njengoko wabonayo ukuba entabeni kwaqephuka ilitye kungengazandla,+ laza latyumza intsimbi, ubhedu, udongwe oluxonxiweyo, isilivere negolide.+ UThixo Ozukileyo+ umazisile ukumkani okuya kwenzeka emva koku.+ Iphupha eli ke linokuthenjwa, nentsingiselo yalo inokuthenjwa.”+

  • Mateyu 21:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ke, umntu owa phezu kweli litye uya kutyumka. Nabani na eliye lamwela, liya kumcola.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share