IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umele abe njengendawo engcwele;+ kodwa njengelitye lokubetheka nanjengeliwa lokukhubeka+ kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli, njengesibatha nomgibe kubemi baseYerusalem.+

  • Daniyeli 2:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kuthe usabukele njalo kwaqephuka ilitye kungengazandla,+ lawubetha umfanekiso lowo ezinyaweni zawo zentsimbi nodongwe oluxonxiweyo, lazityumza.+

  • Daniyeli 2:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • Luka 20:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Wonk’ ubani othe wawa phezu kwelo litye uya kutyumka.+ Nabani na ke eliye lamwela,+ liya kumcola.”+

  • 1 Petros 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share