IMizekeliso 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Indlela yabangendawo injengesithokothoko;+ abakwazi oko bakhubeka kuko.+ Isaya 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+ Mateyu 13:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Ngoko bakhubeka kuye.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti akaphathwa ngokungenambeko ngaphandle kwakummandla wakowabo nasendlwini yakhe.”+ Luka 20:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wonk’ ubani othe wawa phezu kwelo litye uya kutyumka.+ Nabani na ke eliye lamwela,+ liya kumcola.”+ Roma 9:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngasiphi isizathu? Ngenxa yokuba wawusukela, kungengalukholo, kodwa ngemisebenzi.+ Bakhubeka “kwilitye lesikhubekiso”;+ Roma 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+ 1 Petros 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+
16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+
57 Ngoko bakhubeka kuye.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti akaphathwa ngokungenambeko ngaphandle kwakummandla wakowabo nasendlwini yakhe.”+
18 Wonk’ ubani othe wawa phezu kwelo litye uya kutyumka.+ Nabani na ke eliye lamwela,+ liya kumcola.”+
32 Ngasiphi isizathu? Ngenxa yokuba wawusukela, kungengalukholo, kodwa ngemisebenzi.+ Bakhubeka “kwilitye lesikhubekiso”;+
33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+
8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+