21 Ke ikhoboka elo libuyele enkosini yalo, layixelela ezo zinto. Wandula ke umnini-ndlu waqumba waza wathi kwikhoboka lakhe, ‘Phuma ngokukhawuleza uye ezindleleni eziphangaleleyo nakwiindledlana ezisesixekweni, uze uqokelele amahlwempu nezilima neemfama neziqhwala.’+