IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko ke yiyani ezindleleni ezikhokelela ngaphandle kwesixeko, yaye nabani na enimfumanayo mmemeleni kwitheko lomtshato.’+

  • Mateyu 28:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+

  • IZenzo 13:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Yaye ngoko, bethetha ngenkalipho, uPawulos noBharnabhas bathi: “Kwakuyimfuneko ngelizwi likaThixo ukuba lithethwe kuni kuqala.+ Ekubeni nina nilityhalela kude+ kuni yaye ningazigwebi ningababufanelekeleyo ubomi obungunaphakade, khangelani! siphethukela ezintlangeni.+

  • 1 Korinte 1:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba niyakubona ukunibiza kwakhe, bazalwana, ukuba ababaninzi ababizwa+ bezizilumko+ ngokwenyama, ababaninzi abanamandla,+ ababaninzi abazizidwangube;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share