2 Korinte 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kaloku, xa ndandizimisele ukwenza oko, ndandingaqhuli,+ andibi kunjalo? Okanye izinto endizicebayo, ndiziceba ngokwenyama na,+ ukuze kum “uEwe abe nguEwe” “noHayi abe nguHayi”?+ Yakobi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngaphezu koko ke, bazalwana bam, musani ukufunga, nokuba kungezulu okanye ngomhlaba okanye nangantoni na enye.+ Kodwa uEwe wenu makabe nguEwe, noHayi wenu, abe nguHayi, khon’ ukuze ningeyeli ekugwetyweni.+
17 Kaloku, xa ndandizimisele ukwenza oko, ndandingaqhuli,+ andibi kunjalo? Okanye izinto endizicebayo, ndiziceba ngokwenyama na,+ ukuze kum “uEwe abe nguEwe” “noHayi abe nguHayi”?+
12 Ngaphezu koko ke, bazalwana bam, musani ukufunga, nokuba kungezulu okanye ngomhlaba okanye nangantoni na enye.+ Kodwa uEwe wenu makabe nguEwe, noHayi wenu, abe nguHayi, khon’ ukuze ningeyeli ekugwetyweni.+