IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wandula ke wachukumisa amehlo azo,+ esithi: “Makwenzeke kuni ngokokholo lwenu.”

  • Mateyu 15:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Waza ke uYesu waphendula wathi kuye: “Owu mfazi, ukholo lwakho lukhulu; makwenzeke kuwe ngokomnqweno wakho.” Yaphiliswa ke intombi yakhe kwangelo lixa.+

  • Marko 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 UYesu wathi kuye: “Loo mazwi, ‘Ukuba unako’! Kaloku, zonke izinto zinako ukwenzeka kubani ukuba ubani unokholo.”+

  • Luka 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye abo babethunyiwe, ekubuyeleni endlwini, balifumana ikhoboka lisempilweni entle.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share