Mika 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nawe, Bhetelehem Efrata,+ wena umncinane gqitha ukuba ube phakathi kwamawaka akwaYuda,+ kuwe+ ndiya kuphunyelwa ngulowo uza kuba ngumlawuli wakwaSirayeli,+ omvelaphi yakhe isusela kumaxesha angaphambili, ukususela kwimihla yexesha elingenammiselo.+ Luka 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kambe ke, kwanoYosefu wenyuka evela eGalili, ephuma kwisixeko saseNazarete, esiya kwelakwaYuda, kwisixeko sikaDavide, esibizwa ngokuba yiBhetelehem,+ ngenxa yokuba elilungu labendlu nentsapho kaDavide,+
2 “Nawe, Bhetelehem Efrata,+ wena umncinane gqitha ukuba ube phakathi kwamawaka akwaYuda,+ kuwe+ ndiya kuphunyelwa ngulowo uza kuba ngumlawuli wakwaSirayeli,+ omvelaphi yakhe isusela kumaxesha angaphambili, ukususela kwimihla yexesha elingenammiselo.+
4 Kambe ke, kwanoYosefu wenyuka evela eGalili, ephuma kwisixeko saseNazarete, esiya kwelakwaYuda, kwisixeko sikaDavide, esibizwa ngokuba yiBhetelehem,+ ngenxa yokuba elilungu labendlu nentsapho kaDavide,+