Marko 6:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Yaye, ngaphandle kokulibazisa, wabanyanzela abafundi bakhe ukuba bakhwele isikhephe baze bahambe phambili baye kunxweme olungaphesheya ngaseBhethesayida, ngoxa yena ngokwakhe wayendulula isihlwele.+ Yohane 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko ke uYesu, esazi ukuba babesele beza kuza, bambambe bamenze ukumkani, wemka+ kwakhona waya entabeni eyedwa.
45 Yaye, ngaphandle kokulibazisa, wabanyanzela abafundi bakhe ukuba bakhwele isikhephe baze bahambe phambili baye kunxweme olungaphesheya ngaseBhethesayida, ngoxa yena ngokwakhe wayendulula isihlwele.+
15 Ngoko ke uYesu, esazi ukuba babesele beza kuza, bambambe bamenze ukumkani, wemka+ kwakhona waya entabeni eyedwa.