Luka 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ubhaptizo lukaYohane lwaluvela ezulwini na okanye lwaluvela ebantwini?”+ Yohane 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Nam ndandingamazi, kodwa Lowo wandithumayo+ ukubhaptiza emanzini wathi kum, ‘Othe wambona kusihla umoya phezu kwakhe, nguye obhaptizela kumoya oyingcwele.’+
33 Nam ndandingamazi, kodwa Lowo wandithumayo+ ukubhaptiza emanzini wathi kum, ‘Othe wambona kusihla umoya phezu kwakhe, nguye obhaptizela kumoya oyingcwele.’+