Marko 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa singanabo na ubuganga bokuthi, ‘Lwaluvela ebantwini’?”—Babesoyika isihlwele, kuba bonke aba babebambe ukuthi uYohane wayengumprofeti ngokwenene.+ Luka 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ukuba sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ abantu bonke baya kusixuluba,+ kuba beyisekile ukuba uYohane+ ebengumprofeti.”+
32 Kodwa singanabo na ubuganga bokuthi, ‘Lwaluvela ebantwini’?”—Babesoyika isihlwele, kuba bonke aba babebambe ukuthi uYohane wayengumprofeti ngokwenene.+
6 Kodwa ukuba sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ abantu bonke baya kusixuluba,+ kuba beyisekile ukuba uYohane+ ebengumprofeti.”+