Mateyu 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba, ngoko, sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ soyika isihlwele,+ kuba bonke babambe ukuthi uYohane ngumprofeti.”+ Marko 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa singanabo na ubuganga bokuthi, ‘Lwaluvela ebantwini’?”—Babesoyika isihlwele, kuba bonke aba babebambe ukuthi uYohane wayengumprofeti ngokwenene.+
26 Ukuba, ngoko, sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ soyika isihlwele,+ kuba bonke babambe ukuthi uYohane ngumprofeti.”+
32 Kodwa singanabo na ubuganga bokuthi, ‘Lwaluvela ebantwini’?”—Babesoyika isihlwele, kuba bonke aba babebambe ukuthi uYohane wayengumprofeti ngokwenene.+