IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Babephuma besiya kuye abantu baseYerusalem nabakulo lonke elakwaYuda nelizwe elijikeleze iYordan,

  • Mateyu 14:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Noko ke, nangona wayefuna ukumbulala, wayesoyika isihlwele, ngenxa yokuba sasimgqala njengomprofeti.+

  • Mateyu 21:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ukuba, ngoko, sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ soyika isihlwele,+ kuba bonke babambe ukuthi uYohane ngumprofeti.”+

  • Marko 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba uHerode wayemoyika+ uYohane, emazi ngokuba yindoda elilungisa nengcwele;+ yaye wayemgcina ekhuselekile. Kwaye emva kokuba emvile+ wayexakiwe yinto amakayenze, ukanti waqhubeka emphulaphula ngochulumanco.

  • Luka 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kodwa ukuba sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ abantu bonke baya kusixuluba,+ kuba beyisekile ukuba uYohane+ ebengumprofeti.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share